huatong
huatong
avatar

Intliziyo

Nathihuatong
notlob3ignahuatong
الكلمات
التسجيلات
Wuuuu wu wu wuuu

Kukhwi ndawo intliziyo

Wayenz'uthixo yafihlakala

Kukhwi ndawo intliziyo

Wayenz'uthixo yafihlakala

Angekuzazi ingcinga zomntu

Nendlela zakhe zaziwa nguye

Angekuzazi ingcinga zomntu

Nendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti, zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Kanti, zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Undihlambe intliziyo

Ndingekalali kobubuthongo

Undihlambe ezonweni

Ndingekalali kobubuthongo

Angekuzazi ingcinga zomntu

Nendlela zakhe zaziwa nguye

Angekuzazi ingcinga zomntu

Nendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Ingakwenza uzibuzi imibuzo engaphendulekiyo

Ingakwenza ungalali ebusuku

Ingakufaka ezintweni

Intliziyo yakho

Ingakufaka ezintweni

Intliziyo yakho

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena ukwakho

Uhamba kanjani

Lent'uyenzayo sejele wena ukwakho

Noba wenzani uzenzela wena

Lent'uyenzayo zisetshe ngokwakho

Noba wenzani uzenzela wena

Kanti zisetshe wena ngokwakho

Uhamba kanjani

Kanti zisetshe wena ngokwakho

Uhamba kanjani

Kukhwi ndawo intliziyo

Wayenz'uthixo yafihlakala

Kukhwi ndawo intliziyo

Wayenz'uthixo yafihlakala

المزيد من Nathi

عرض الجميعlogo
Intliziyo لـ Nathi - الكلمات والمقاطع