menu-iconlogo
huatong
huatong
লিরিক্স
রেকর্ডিং
Sitya amacala enkomo zabantu

Sitya amacala enkomo zabantu

Sitya amacala enkomo zabantu

Sitya amacala enkomo zabantu

Sitya amacala enkomo zabantu

Sitya amacala enkomo zabantu

Ngoba ndimncinci, ndipunki ndimncinci ndipunki ndingaka

Umubi ufana nengulube ebusweni

Umubi ufana nengulube ebusweni

Umubi ufana nengulube ebusweni (anginandaba nawe)

Wahlahla amehlo, ngathi iselesele litshayiswe imoto (andinandaba nawe)

Hayi, hayi hayi jakalasi uthand'into zabantu

Hayi hayi hayi jakalasi khawuyek'into zabantu

Ngoba ndimncinci, ndipunki ndingakangaka

The Soil থেকে আরও

সব দেখুনlogo