menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Naninina

Vusi Novahuatong
rickomarmoe59huatong
Liedtext
Aufnahmen
Ndikhumbula amaxhesha akudala

Usekhona emhlabeni wena

Ndikhumbula immfundiso zakho

Ndicela ukubonga mama

Kalok utata wasi shiya kudala

Ibiyi ntando yakho Bawo

Umama wazama ngakho konke emandleni

Lade lafika elakhe ixesha

Bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam

Naninina bawo ndiyaku cela nkosiyam

Ndinga danini abazali bam naninina Bawo

Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo

Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina Bawo

Bawo ndiyacela kuwe

Oh qhamatha cela undiphe amandla ndibengumnthu wabantu nkosiyam

Njengoba ndafundiswa ekhaya ndiyabulela abazali bam

Nkonke endikwenzayo imizamoyamu yokubonisa abantu intliziyo zenu

Andisakwazi ukuzibamba mna inyembezi uthimandenze njani mmm Bawo?

(Bawo ndiyaku cela ndinga abazali bam naninina Bawo)

Bawo (ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo)

Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo)

Hhe bdithi Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndiyaku ndinga danisi abazali bam naninina Bawo)

Ooh ooh mama nawe tata ndicela ninga xhali ngam

Kalok uMa Hadebe uyenzile indima yakhe

Lalani ngoxholo uqhatho nilu fezile

Umsebenzi wenu niwu gqibile apha emhlabeni Bawo!

(Ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam naninina Bawo) Nanina nanina ah!

(Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina) nanini na ooh!

Bawo! Ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam nanina Bawo

Endithi Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina Bawo)

Naninina naninin na

Naninina naninina naninina

Naninina Bawo

Naninina Bawo

Mehr von Vusi Nova

Alle sehenlogo
Naninina von Vusi Nova - Songtext & Covers