Nob' ungakanani na
Noba wenzani ndiyakuhlonipha
Xa undihlophayo njalo
Bantu asithandani he
Akukho muntu ongcono
Bayasixabanisa eh njalo eh
Uvile na uyazi bathini na
Bathi ulisela bathi wena uthand' ukulwa eh
Babona unga baridhiba
Ndingazoba tshini haringa funani
Ngari aridhoniphani aridhoniphani
Yho nkqo nkqo nkqo nkqo nkqo nkqo
Masibambane nge zandla sibabonise
Kuthi mina nawe siyohlala sthandana
Kuthi mina nawe siyohlala sthandana
Masibambanise (masibambane izandla)
Sibambane izandla (sibanye)
(masibambane izandla sibabonise)
Ha (sohlala sthandana)
Nkqo nkqo nkqo molweni kunjani yo
Bangathini na
Ngothando sizonqoba
Nkqo nkqo nkqo molweni kunjani yo
Bangathini na
Ngothando sizonqoba
Uba utlwile na
U watsiba baring
Bare urata hulwa
Bare uya hutswa
Babona unga baridhiba
Ndingazoba tshini haringa funani
Ngawuri aridoniphani aridoniphani
Masibambane nge zandla
Sibabonise kuba sibanya
Kuyohlala kunjalo ho
Masibambane nge zandla
Sibabonise ngoba mna nawe
Siyohlala sthandana oh