Qiniseka qiniseka he
Qiniseka ungubani
Ungabhatshwa ngabantu
Uthixo ukuphile ubomi (he phakama)
Uthixo ukuphile impilo (he phakama)
Phakamis' ikhanda lakho (come on phakama)
Phakamis' ikhanda lakho (he)
Phakamis' inyawo zakho he (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Phakamis' ikhanda lakho (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Phakamis' inyawo zakho he (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Ahe come on (phakama)
Ahe come on (phakama)
Alikho idimoni elizohlupha maunaye come on (phakama)
Hey alikho idimoni elizohlupha maunaye come on (phakama)
Hey mama wami (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Ayikho ebhitheleyo (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Uthixo uyaphila (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Uthixo ukhona (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Phakama (ahe)
Come on phakama (ahe)
Come on phakama phakama phakama (ahe)
Uthixo ukhona come on phakama (ahe)
Uthixo uyaphila eh come on phakama (ahe)
Uthixo ukhona nsukun zonke (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Uthixo uyaphila ngimbonile ngamehlo ngamehlo (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Zintotha zizikangkanene (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Ukhon' ungasabi ungasabi (awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Phakam' uthandaze phakam' uthandaze phakam' uthandaze
(awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Phakamis' izandla zakho thandaza thandaza
(awuvele wen' uthandaze uthandaze)
Eh eh eh eyi (awuvele wen' uthandaze uthandaze)