menu-iconlogo
logo

Ungangi Bambi (Mixed)

logo
Lyrics
Ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi

Ndizifikele apha la

Ndihamba netshomi zam

Ndicel’ ungandibambi bhuti

Tu ungasiphazamisi

Ndizifikele apha

Ndihamba netshomi zam

Ndicel’ ungazisondezi kuthi

Asizanga kuwe apha

Asizanga kuwe apha

Asizanga kuwe apha

Asizanga kuwe apha

Asizanga kuwe apha

Ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi buti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi ungandibambi bhuti ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Ndicel’ ungandibambi ungandibambi

Kha undiph' utshwala ndifun' abafan abandinik' utshwala

Ungangi Bambi (Mixed) by Mr. JazziQ/Khanyisa - Lyrics & Covers