menu-iconlogo
logo

Basebanintsi

logo
Lyrics
Kuwe kuwe kuwe kuwe

Kuwe kuwe kuwe kuwe

Kuwe kuwe kuwe kuwe

Kuwe kuwe kuwe kuwe

Wonk’ amehlo asakhangele kuwe

Wonk’ umhlaba asakhangele kuwe

Kant’ uthemba lobomi nguwe nguwe nguwe

Wonk’ amehlo asakhangele kuwe

Wonk’ umhlaba asakhangele kuwe

Kant’ uthemba lobomi nguwe nguwe nguwe

Basebanintsi basebanintsi

Basathi basathi bafuna funa wena ubomi bunzima

Basebanintsi basebanintsi

Basathi basathi bafuna funa wena ubomi bunzima

Asoze uba asoze uba

Bambe ngesandla sandla sakho

Bangalahl’ ithemba

Asoze uba asoze uba

Bambe ngesandla sandla sakho

Bangalahl’ ithemba

(Shaya shaya shaya shaya)

Basebanintsi by Mshayi/Mr Thela - Lyrics & Covers