Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe
Kwasekuqaleni
Wawungu Thandiwe wam
Ndifuna nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
Izinto zajika Bekutheni na
Ndisele neengcinga
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ngoluthando
Nd'cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
Thandiwe
Thandiwe Thandiwe
Thandiwe Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe Mntakwethu Thandiwe wam
Kushiyeke iingicinga
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe