menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

iThemba

Nathihuatong
luojianganghuatong
Lirik
Rekaman
Thina bantu bakhe

Ababizwa ngegama lakhe

Masinozithoba kuye

Uzakwenz'indlela

Thina bantu bakhe yeah yeah

Ababizwa ngegama lakhe

Masinozithoba kuye

Uzakwenz'indlela

Uzayenz'indlela yeah

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela

Yeah

Uzakwenz'indlela

Uzayenz'indlela hayi

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela yeah

Thixo uzayenza indlela

Ithemba lethu linye ngunyana kathixo

Sithembele ngaye

Wafela thina sonke unyana kathixo

Uzakwenz'indlela

Nguye awayenebango

Elunzulu lokuvula amasango

Uzakwenz'indlela

Uzawuyenz'indlela

Yeah

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela yeah

Thixo uzayenza indlela

Uzayenz'indlela

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela yeah

Yena uzayenza indlela

Yena uzayenza indlela yeah

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela yeah

Yena uzayenza indlela

Yena uzayenza indlela

Apho kubonakala khona

Ingathi akusekho ndlela yeah

Yena uzakwenza indlela

Undibiza mina

Kumaxesha embandezelo

Ndikuhlangule

Kuze wena undehlukise

Biza mina

Kumaxesha embandezelo

Ndikuhlangule

Wena undizukise

Yalath'indlela msindisi

Sikolulwandle lubomvu

Yalath'indlela msindisi

Swel'ulwandle lubomvu

Uzayenz'indlela

Uzayenz'indlela

Uzayenz'indlela

Uzayenz'indlela

Selengkapnya dari Nathi

Lihat semualogo
iThemba oleh Nathi - Lirik & Cover