menu-iconlogo
logo

Xa Ndiyekelelwa (Live)

logo
Lirik
Nkosi ngiza kuwe themba lami

Dwala lami la phakade

Phephelo sami uma ndiyekelelwa ngu ndo phalala nje nga manzi

Xa ndiyekelelwa

Wena uyi themba lami

Yenza indlela

Wena uyi themba lami

Yenza indlela

Xa ndiyekelelwa nguwe ndo phalala nje nga manzi

Zungithwale mna kaloku

Nge zongalo zo bubele

Ngi ziphosa kuwe ngoku

Nkosi Yesu ndi phuthume

Xa ndiyekelelwa nguwe ndo phalala nje nga manzi

Xa ndiyekelelwa nguwe ndo phalala nje nga manzi

Xa ndiyekelelwa nguwe ndo phalala nje nga manzi

Xa ndiyekelelwa nguwe ndo phalala nje nga manzi

Xa Ndiyekelelwa (Live) oleh Thando - Lirik & Cover