menu-iconlogo
huatong
huatong
vusi-nova-ngoku-cover-image

Ngoku

Vusi Novahuatong
simdar2002huatong
歌詞
収録
Kutheni ndinjena?

Kutheni ndiziva oluhlobo?

Uthando olunjena, without you andikwazi ukuphila

Usi-sthandwa sam, ungumuntu wam

Cel′ uhlale nam naphakade, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade

Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade

Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho

Uzungashiyi xandikudinga, ngoba imizamo yam yonke

Ndiyenzela wena, noma uqhude lufika uzungandiyeki

Wena uzuqine uyiqonde ukuba ndingowakho ooh

Mmm mmm mmm

Ndicela undithande ngoku

Nangomso naphakade uzungandishiyi

Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Ndicela undithande ngoku

Nangomso naphakade uzungungandishiyi

Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Ndicela undithande ngoku

Nangomso naphakade uzungungandishiyi

Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Ndicela undithande ngoku

Nangomso naphakade uzungungandishiyi

Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh

Vusi Novaの他の作品

総て見るlogo