menu-iconlogo
logo

Iinkomo (Beatbox Remix [Bonus Track])

logo
Lirik
Nazi inkomo ebuhlanti

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk′int'irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata′khe akandifuni

Nazi inkomo ebuhlanti

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk'int'irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata′khe akandifuni (okay sure)

Ndathi ndisahleli phansi komthi kudlula yona

Leyo ntokazi, ndiyaqond′ ibiyokh' amanzi ay′pha enzansi emlanjeni

Ndaphakama mna ndayilandela, njengo clever wase Gautini sondela

Molo sana

Ndicela ukuhamba nawe

Elothutyana ndivumele ndithethe nawe

Ndiyi ntsiki yekhaya

Ikhaya lakwa Ngxanga

Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam

Bamb'isandlasam s′thandwa

Uzakuba ngumama wabantwana bam

Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka

Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho

Bahlale phantsi bobabini babonisane

(Eh, eh, eh oh, oh, oh) Nkosiyami izinto siraythi

(Eh, eh, eh, eh)

Samza ndiyoyika (hai ayikho int'enjalo)

Ndoyika umama no tata (hayiko int′enjalo)

Umama uzakundi krwitsha

Utata uzakundibetha

Athi ndiya jola

Ntsika ndiyoyika (hhey lovie wami hlalanami sthandwa sami)

Ndoyik' umama, uzawundi betha (unamanga ayikho int'enjalo)

Utata uzawundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

Mina angazi nokuthi ngiyiqalephi lendaba

Ngiqaluk′fika la ngabon′ umtan' organd lendaba

Ngamlahlela nge single wang′bheka kabi wahamab

Nale life yobusingle istress my brother ah but then ngizoy' nale tax ngizoy′cover

Noma ng'kgafa idouble price kodwa mangena ngiya jumpa

Vele ngiyathwasa ukuthi bathi love is blind

And I believe you girl you ma love in a blend (you ma love in a blend)

Ungtshele mang′phazama khona ngizophapham' inqondo mayiihambana

Inumber mama mawungang'gaya ngizogkuba ngifone ntambama

Ngiyazi abanye bayahambahamba bagqume bephalaze

But mina ma′ ngizothi thwa ngamagam′ amnandi

You're my vibe in the jam, you that vibe in the club, you′re the timing I want, me I'm timing and I want

Ngambonis′ inkomo zikababa ngamcela kubadala

Get us the Preacher kuze ngiqhubeke ngenze isfakazo

Nazi inkomo ebuhlanti

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk'int′irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata'khe akandifuni

Hayi andikazeke mna ndibone intombazane entle nje ngawe

Please ntombazane uzundikholelwe

Nditheth'inyan′ sthandwa undi charmile

Ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe

Mna nawe baby sesitshatile

Please ntombazane uzundikholelwe ndithethinyani sthandwa ndikuthandile

Utatakho akandifun′ akandifun, akandifuni utatakho akandifuni

Utatakho akandifun, utatakho akandifun, utatakho akandifuni

Akandifun', akandifun′

Utatakho akandifun' akandifun, akandifuni utatakho akandifuni

Akandifuni, utatakho akandifuni, utatakho akandifuni

Utatakho akandifuni akandifuni, akandifuni

Iinkomo (Beatbox Remix [Bonus Track]) oleh The Soil - Lirik dan Liputan