menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Buyele&039;khaya

Nathihuatong
amalaqulhuatong
Letra
Gravações
Thumel′ imali

Thumel' imali, tata

Thumel′ imali

Thumel' imal' ekhaya

Bek′noba njani na ngaphandle komama?

Kalok′ utata uye wasishiya nomama

Uth' uzobuya, usayophangel′ imali

Kuna namhlanje akakabuyel' ekhaya

Akazang′ abuye namali

Akazang' abuyel′ ekhaya

Akazang' abuye namali

Tata, buyel' ekhaya

Syambulel′ umama ngokusikhulisa kwakhe

Kungekho mali, umama ebexolel′ u'ngatyi

Singaka nje thina ngumama yedwa

Kodwa namhlanje ndithi siyabulela mama

Ngob′ utata akazang' abuye namali

Akazang′ abuyel' ekhaya

Akazanga buye namali

Tata, buyel′ ekhaya

Kulungile, hlala kanjalo

Kulungile, siphila kanjalo

Kulungile, ubomi buhamba kanjalo

Tata, buyel' ekhaya

Oko wemkayo akazang' abuye namali

Akazang′ abuyele khaya

Akazang′ abuye namali

Tata, buyel' ekhaya

Oko wemkayo akazang′ abuye namali

Sikhule singaka, akazang' abuyel′ ekhaya

Sasimlindile, akazang' abuye namali

Tata buyel′ ekhaya

Ooh! Buyel' ekhaya x3

Tata, buyel' ekhaya

Mais de Nathi

Ver todaslogo

Você Pode Gostar

Buyele&039;khaya de Nathi – Letras & Covers