Uyinkwenkwenzi
Wena uyi nkwenkwezi
Khany' ebumnyameni
Wen' ungath' uwedwa
Wen' ungath' uwedwa
Wena uyi nkwenkwezi
Wena uyi nkwenkwezi
Khany' ebumnyameni
Ungath' uwedwa
Wena ngath' uwedwa
Ooh ooh ooh ooh
khany' ebumnyameni
Ooh ooh ooh ooh
Ukhany' ebumnyameni ooh ooh
Kusa kuhlwa
Mina ngibona wena wena (Ngibona wena)
Noma ngilala ngivuka (Ngivuka)
Mina ngicinga wena wena (Wena wena)
Nguwe, nguwe (Ooh nguwe nguwe)
You're beautiful like diamonds in the sky
You're beautiful like diamonds in the sky
In the sky
Ngithi nguwe nguwe (Nguwe)
You're beautiful like diamonds in the sky (In the sky)
You're beautiful like diamonds in the sky (Oh in the sky)
Uyinkwenkwenzi
Wena uyi nkwenkwezi
Khany' ebumnyameni
Wen' ungath' uwedwa (Wen' ungath' uwedwa)
Wen' ungath' uwedwa
Wena uyi nkwenkwezi
Wena uyi nkwenkwezi
Khany' ebumnyameni
Ungath' uwedwa (Ungath' uwedwa)
Wena ngath' uwedwa (Uwedwa)
Ooh ooh ooh ooh
Khany' ebumnyameni
Ooh ooh ooh ooh
Ukhany' ebumnyameni
Ooh ooh ooh ooh
Khany' ebumnyameni
Ooh ooh ooh ooh
Ukhany' ebumnyameni