Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam
X2
Loli baby wam
Kutheni ungathi ufunu kuchaz'abantu
Kubo bendikukhethile mna
Hee ndithi nawe baby wavumelana nam
Baby nawe uyazi makukuhle
Abantu bathand'ukfaku nyawo
Bohlala benomona
Wenungowam! nodoli wam
Hee ngithi baby uthandwa ndim, uthandwa ndim
Loli!
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam
X3