menu-iconlogo
logo

Wena

logo
Lời Bài Hát
Mmmh Mmmmh

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukuk'thanda wena

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukuk'thanda wena mai lovie

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Aii Bendisithi andisoze

Ndiyeke ukuk'thanda ngempela

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukuk'thanda ngempela

Heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Ndizokushiya eh, dlala wena

Heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwelele ukudlala wena

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwele ukudlala wena (wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwele ukudlala wena (wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena (wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena

Mmmmh mmmh...

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukukuthanda wena

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukuk'thanda wena mai lovie

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Aii Bendisithi andisoze

Ndiyeke ukukuthanda ngempela

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukukuthanda ngempela

Heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Ndizokushiya eh dlala wena

Heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

(Ndizokushiya eh dlala wena)

(Dlala dlala wena)

Wena (Dlala dlala wena)

Wena (Ndizokushiya eh dlala dlala wena dlala wena)

Wena (Dlala wena hmm)

Wena (Dlala dlala wena)

Wena (Dlala dlala wena)

Wena, wena, wena, wena

Wena, wena, wena, wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena

Bendikuthanda wena

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Wena của Musa Keys/Lebza TheVillain/Sino Msolo - Lời bài hát & Các bản Cover