menu-iconlogo
logo

Wena (feat. Sino Msolo)

logo
Lời Bài Hát
Bendikade ndisithi andisoze (Andisoze)

Ndiyeke ukuk’thanda wena

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Bendisithi andisoze (Andisoze wena)

Ndiyeke ukuk’thanda ngempela (Kuthanda wena)

Bendikade ndisithi andisoze (Andisoze wena)

Ndiyeke ukuk’thanda ngempela (Kuthanda wena)

Heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Ndizokushiya dlala wena

heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Bendikuthanda wena

Ayi ayi kodwa ugcwelele Ukudlala wena

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayi ayı kodwa ugcwele akudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena

Ayi ayı kodwa ugcwele ukudlala wena

Bendikade ndisithi andisoze (Soze wena)

Ndiyeke ukukuthanda wena (Thanda wena)

Bendikade ndisithi andisoze (Soze wena)

Ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie (Thanda wena)

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Oh hayi ai heh uyadlala wena

Bendisithi andisoze (Soze wena)

Ndiyeke ukukuthanda ngempela (Thanda wena)

Bendikade ndisithi andisoze

Ndiyeke ukukuthanda ngempela

heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

Ndizokushiya eh dlala wena

heh uyadlala wena

Heyi uyadlala wena

Heh uyadlala wena

(Ndizokushiya eh dlala wena)

(Dlala dlala wena) Wena

(Dlala dlala wena) Wena

(Ndizokushiya eh dlala wena)

(Dlala wena) Wena

(Dlala wena) Wena

(Dlala wena) Wena

Wena

Wena

Wena

Wena

Wena

Wena

Wena

Wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Bendikuthanda wena (Wena)

Ayı ayı kodwa ugcwele ukudlala wena (Wena)

Dlala wena

Dlala ngentoyakho

Dlala ngentoyakho