menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Malumekazi

Nathihuatong
souhila.kessaihuatong
Lời Bài Hát
Bản Ghi
Malumekazi ndibulawa nguwe

Malumekazi uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Malumekazi wen’uthakatha kakhulu

Usiphakel’amaqathamancinci

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Usiphakel’amaqath’amancici

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Usiphakel’amaqathamancinci

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Usiphakel’amaqathamancinci

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Usiphakel’amaqathamancinci

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Usiphakel’amaqath'amancinci

Ingathi inyama ithengwa nguw'

Aphendlini uzohamba

Ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Malumekazi ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu Malumekazi

Ndibulawa nguwe

Wen’uthakatha kakhulu

Usiphakel’amaqath’amancinci

Le nyama ayithengwa nguwe

aph’endlini uzohamba

Usiphakel’amaqath’amancinci

le nyama ayithengwa nguwe

aph’endlini uzohamba

Usiphakel’amaqath’amancinci

le nyama ayithengwa nguwe

aph’endlini uzohamba

Usiphakel’amaqath’amancinci

le nyama ayithengwa nguwe

aph’endlini uzohamba

Abantwana basekhaya seberobha kangaka nje

Benz'wa yindlala

Abantwana basekhaya sebemosha kangaka nje

Benz'wa yindlala

Malumekazi yini malume kanti ndibulawa nguwe

Malumekazi yini malume mna ndibulawa nguwe

Nhiều Hơn Từ Nathi

Xem tất cảlogo
Malumekazi của Nathi - Lời bài hát & Các bản Cover