menu-iconlogo
logo

Zimbali

logo
Lời Bài Hát
Ngicela ngik'thande

Ndifuna siblome

Kanje kanje imihla nezolo

Ekhaya bayazi

Ngibahlebele

Ukuba nguwe nguwe

Umaqondana wami

Kutheni ngathi

K'dala sisazana

Andikalali masiye eZimbali

Kutheni ngathi (Kutheni ngathi)

K'dala sisazana

Andikalali masiye eZimbali

Masiye eZimbali sidle kamnandi

Masikhohlwe yonkinto

Siyeke yonkinto

Masiye eZimbali sidle kamnandi

Masikholwe yonkinto

Siyeke yonkinto

EZimbali masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

Masiye eZimbali sidle kamnandi

Masikhohlwe yonkinto

Siyeke yonkinto

Masiye eZimbali sidle kamnandi

Masikholwe yonkinto

Siyeke yonkinto siyeke yonkinto

Kutheni ngathi

K'dala sisazana

Angikalali masiye eZimbali

Kutheni ngathi (Kutheni ngathi)

K'dala sisazana

Anglikalali masiye eZimbali

EZimbali

EZimbali

Masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

EZimbali masiye eZimbali

Zimbali của Prince Kaybee/Ami Faku - Lời bài hát & Các bản Cover