menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Vulindela

Mango Groovehuatong
nielalemonshuatong
歌词
作品
Vul' indlela we mam'gobhozi

Eh! Unyana wami

Yen' uyashada nam'hlanje

Vul' indlela wena manyawuza

Suk'ba no mona

Unyana wam' uthathile

Bengingazi

Ngiyom' bona umakoti

Unyana wami

Yen' ujongile this time

maRadebe lose ezospeksi

uZ' emtshadweni

Ndiyatshadisa namhlanje

Bebesithi

Unyana wami li xoka

Bebesithi

Anyek' atshade

Vul' indlela

we mam'gobhozi

Eh! Unyana wami

Yen' uyashada nam'hlanje

Vul' indlela wena manyawuza

Suk'ba no mona

Unyana wam' uthathile

Suk'ba no mona

Unyana wam' uthathile

Bengingazi

Ngiyom' bona umakoti

Unyana wami

Yen' ujongile this time

maRadebe lose ezospeksi

uZ' emtshadweni

Ndiyatshadisa namhlanje

Bebesithi

Unyana wami li xoka

Bebesithi

Anyek' atshade

Vul' indlela

Kodwa wena maNgobese

Wen' unomona

Ngob' awunanyana

Unentombi zodwa

maNgobese

unomona

Bengazi

Ngiyombon' umakoti

uNyana wami

Yen' ujongile this time

maRadebe lose ezospeksi

uZ' emtshadweni

Ndiyatshadisa namhlanje

Bebesithi

uNyana wami li xoka

Bebesithi

Anyek' atshade

Vul' indlela

Vul' indlela

Vul' indlela

Vuli indlela

Yekela umona

更多Mango Groove热歌

查看全部logo