menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Angeke

Nathihuatong
wiseclock1huatong
歌词
作品
Ndizokunika uthando lwam

Ndikunik’intliziyo yam

Cel’ungophuli intlizoyo yam

Ke sthandwa sam

Sthandwa sam

Bambo lwam

Ndifun’ukwenza mama wabantwana bam

Ndifuna uhlala nawe

Amehlo am ndiwavalile

Ntliziyo yam uyophulile

Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza

Amehlo am ndiwavalile

Ntliziyo yam uyophulile

Ndiyafun’uthetha kodwa andifuni ndibe ndiyakukhathaza

Yazi indlela endikuthanda ngayo

Angeke ndihlukane nawe

Yazi indlela endikuthanda ngayo

Angeke ndihlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

Uba ubuyazi ba sisukaphi

Uba ubuyazi ba siyaphı

Uba ubuyazi ba sinezinto esidlule kuzo

Sobabini

Uba ubuyazi ba ndikuthanda kangakanani

Uyazi ba sofa silahlane

Njengoba sithembisene

Ubuyazi ba nje

Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)

Angeke ndihlukane nawe

Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo (Indlela endikuthanda ngayo)

Angeke ndihlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo

Angeke ndihelukane nawe

Uba ubuyazi indlela endikuthanda ngayo

Angeke ndihelukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Hlukane nawe

Angeke ndihlukane nawe

更多Nathi热歌

查看全部logo