menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

Sabela

Nathihuatong
spanky_knighthuatong
歌词
作品
Kutheni uz'uzixakekisa ngeendaba zam

Ezingakufuniyo

Uzakuva ingathi uyabizwa

Khona kutheni uz'uzixakekisa ngeendaba zam

Ezingakufuniyo

Phendula ndiyak' buza

Oho ndiyak'buza

Oho o ndiyak'buza

Oho ndiyak'buza

Oho o ndiyak'buza

Kutheni uz'uzixakekisa ngeendaba zam

Ezingakufuniyo

Uzakuva ingathi uyabizwa

Kutheni uz'uzixakekisa ngeendaba zam

Ezingakufuniyo

Phendula ndiyak' buza

Sabela uyabizwa

Oho sabela uyabizwa

Sabela uyabizwa

Oho sabela uyabizwa

Sabela uyabizwa

Oho sabela uyabizwa

Sabela uyabizwa

Oho sabela uyabizwa

Sabela uyabizwa

Oho wena uyabizwa

Sabela uyabizwa uyabizwa

Wena uyabizwa

Bendisiv'ilizw'endlebeni yam

Lithetha nam lisithi ubiziwe

Ndithi ndibizwa ngubani na?

Yiyo lento usithi xa ulungisa

Kuyonakala akulungi

Sabela uyabizwa

Lalimana lithetha nam

Kancinyane lisithi ubiziwe

Sabela uyabizwa

Suka kulendawo awubizwanga apho

Sukuma sukumosha ixesha

Sabela uyabizwa

Ye a aha a uyabizwa

Uyabizwa wena uyabizwa

Sabela uyabizwa

Ohoho wena uyabizwa

Sabela uyabizwa

Uyabizwa wena uyabizwa

Aha sabela uyabizwa

Ohohoho oho uyabizwa

Kuba kubizwa wena wedwa

Sabela wena wedwa

Oho uyabizwa

Ngoba kubizwa wena wedwa

Sabela wena wedwa

Oho uyabizwa

Oh sabela uyabizwa

Uyabizwa wena uyabizwa

Eyi sabela uyabizwa

Uyabizwa wena uyabizwa

更多Nathi热歌

查看全部logo
Sabela Nathi - 歌词和翻唱