menu-iconlogo
huatong
huatong
avatar

S'yophanda

Rhass/Mshayi/Mr Thelahuatong
sarahroehhuatong
歌词
作品
Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Angik' shayi, ngik' ringel' iwari mfana.

Awung' cavi? Mina nguRhass.

Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Angik' shayi, ngik' ringel' iwari mfana.

Awung' cavi? Mina nguRhass.

Sise roundini s'yophanda,

Bathi gqi orhata.

Vele sajik'.

Kuthi "gqi, gqi"

Hay'bo, kuthi "gqi gqi"

K'khal' intshiza.

Sise roundini s'yophanda,

Bathi gqi orhata.

Vele sajik'.

Kuthi "gqi, gqi"

Hay'bo, kuthi "gqi gqi"

K'khal' intshiza.

Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Angik' shayi, ngik' ringel' iwari mfana.

Awung' cavi? Mina nguRhass.

Sise roundini s'yophanda,

Bathi gqi orhata.

Vele sajik'.

Kuthi "gqi, gqi"

Hay'bo, kuthi "gqi gqi"

K'khal' intshiza.

Mfana wam, maw'fun' imali,

Woza la, k'mel' usebenze san'.

Sise roundini s'yophanda,

Bathi gqi orhata.

Vele sajik'.

Kuthi "gqi, gqi"

Hay'bo, kuthi "gqi gqi"

K'khal' intshiza.

Sise roundini s'yophanda,

Bathi gqi orhata.

Vele sajik'.

Kuthi "gqi, gqi"

Hay'bo, kuthi "gqi gqi"

K'khal' intshiza.

K'khal' intshiza.

K'khal' intshiza.

更多Rhass/Mshayi/Mr Thela热歌

查看全部logo