menu-iconlogo
logo

Andinanto

logo
歌词
Ndandihleli

Ndihlel′ebumnyameni

Wafik'usonini nanini

Wandifake ekukhanyeni

Ndandihleli

Ndihlel′ebumnyameni

Wafik'usonini nanini

Wandifake kukhanyeni

Ndandihleli

Ndihlel'ebumnyameni

Wafik′usonini nanini

Wandifake kukhanyeni

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam′

Lize kanye nkosiyam'

Hey,

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam′

Lize kanye nkosiyam'

Ye eeeeeeeeehhhh

Intwana ekas′lami

Ifundu' kroof iphandeli nqcosi zakubo ezincane

Ithaima alispani

Nenqondweni yayo istsheli ukuthi ese nabazili

Ebsuku ayilali

Icabanga ukuthi fede bona kusasa bazodlani

Kanti wena umakhelwane onjani

Uyayibona i situation mara ushaya ngathi awuwazi

Why ntwana yam′ uzi bulalisi ndanda

Ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper

Why ntwana yam' uvaya nabo Jero

Yibo laba abahlala baku juta ngez'nto ezingekho

Why ntwana yam′ uzi bulalisi ndanda

Ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper

Why ntwana yam′ uvaya nabo Jero

Yibo laba abahlala baku juta ngezinto ezingekho

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam'

Lize kanye nkosiyam′

Hey,

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam'

Lize kanye nkosiyam′

Ye eeeeeeeeehhhh

In the midst of the night

Painfull thoughts fill my mind

I see the tears of a crying child

OH MY, OH MY yeah

I find myself asking why

I find myself asking why

Everyday everynight a million times

I find myself asking why

Why why why why why why

Why why why why why why

Why why why why why why

Why why why why why why

Why why why why why why

Why why why why why why

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam'

Lize kanye nkosiyam′

Hey,

Andinanto aphesandleni

Lize kanye nkosiyam'

Lize kanye nkosiyam'

Andinanto The Soil - 歌词和翻唱