menu-iconlogo
logo

Iinkomo

logo
歌词
(Nazi inkomo ebuhlanti)

(Kuvume nabaphansi)

(Besithi eyi sani)

(Kutheni ungekamthati ndathi yonk′ int' irighti)

(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata′khe akandifuni)

(Nazi inkomo ebuhlanti)

(Kuvume nabaphansi)

(Besithi eyi sani)

(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)

(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata′khe akandifuni)(sho)

Ey ey ndathi ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi

Ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlanjeni

Ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase Rhawutini

Ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe

Elothutyana ndivumele ndithethe nawe

Ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga

Ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb′ isandlasam s'thandwa sami

Uzakuba ngumama wabantwana bam

Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda

Engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho

Bahlale phantsi bobabini baxoxisane

(Nazi inkomo ebuhlanti)

(Kuvume nabaphansi)

(Besithi eyi sani)

(Kutheni ungekamthati ndathi yonk′ int' irighti)

(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata′khe akandifuni)

Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo)

Ndoyika umama no tata (hhayiko int′enjalo)

Umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola (hhayiko int'enjalo)

Ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha (hhayiko int'enjalo)

Utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

Hayi andikaze mna ndiyibone hhay intombazane entle nje ngaye

Please ntombazane uzundimamele nditheth′ inyan′ sthandwa undi charmile

Endithi ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile

Please ntombazane uzundikholelwe ndithethi inyani sthandwa ndikuthandile

(Nazi inkomo ebuhlanti)

(Kuvume nabaphansi)

(Besithi eyi sani)

(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int′ irighti)

(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)

(Nazi inkomo ebuhlanti)

(Kuvume nabaphansi)

(Besithi eyi sani)

(Kutheni ungekamthati ndathi yonk′ int' irighti)

(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata′khe akandifuni ey ey)