menu-iconlogo
logo

Lawula Nkosi

logo
歌词
Lawula, lawula, lawula, lawula

Lawula nkosi yenyaniso

Lawula, lawula, lawula, lawula

Lawula nkosi yemikhosi

Lawula, lawula nkosi Yesu, koza ngawe ukonwaba

Ngeziphithiphithi zethu yonakele imihlaba

Lawula Sonini, lawula Sonini

Lawula Ngweletshetshe, lawula

Sonini lawula

Ngweletshetshe lawula

Lizalis' idinga lakho

Thixo nkosi yenyaniso

Zonk' iintlanga zonk' izizwe mazizuze usindiso

Lawula nkosi, lawula nkosi

Ho iswe hlompho le poko (hlompho le poko)

Ho ntate le mora (ntate le mora)

Le ho moya, e be thoko

Joale le ka mehla

Lawula lawula, lawula nkosi yenyaniso

Sonini lawula

Lawula lawula lawula

Oh ngabantwana bakho

Lawula lawula lawula

Lawula abantwana bakho

Lawula

Lawula Nkosi The Soil - 歌词和翻唱