Oko wahamba ethe uzobuya
Wakhwel'inqwelo ntaka
Watshona kwezantaba
Ntyilo ntyilo njenyoni ndiyantyiloza
Kwaphel'inyanga kwashona amalanga
Nechomi zam zithi undenza isibhanxa
Naselalini kuthethwa ngam izindaba
Ntyilo ntyilo njenyoni ndiyantyiloza
Oko wahamba ethe uzobuya
Wakhwel'inqwelo ntaka
Watshona kwezantaba
Ntyilo ntyilo njenyoni ndiyantyiloza
Mama ndincede khawundisize mama
Tata ndincede khawundisize tata
Inhlungu zothando yazi kubuhlungu uthand'umuntu
Nam andizenzi ndicela undisize mama
Mama ndincede khawundisize mama
Tata ndincede khawundisize tata
Inhlungu zothando yazi kubuhlungu uthand'umuntu
Nam andizenzi ndicela undisize mama
(Baba ndicela undisize baba)
(Baba baba)
Ndicela undisize baba
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihleli eduze kwakho
Uvele wenze impilo ibelula
Ibelula ngempela ndiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihleli eduze kwakho
Uvele wenze impilo ibelula
Ibelula ngempela ndiyavuma
Oko wahamba ethe uzobuya
Wakhwel'inqwelo ntaka
Watshona kwezantaba
Ntyilo ntyilo njenyoni ndiyantyiloza
Kwaphel'inyanga kwashona amalanga
Nechomi zam zithi undenza isibhanxa
Naselalini kuthethwa ngam izindaba
Ntyilo ntyilo njenyoni ndiyantyiloza
Mama ndincede khawundisize mama
Tata ndincede khawundisize tata
Inhlungu zothando yazi kubuhlungu uthand'umuntu
Nam andizenzi ndicela undisize mama
Mama ndincede khawundisize mama
Tata ndincede khawundisize tata
Inhlungu zothando yazi kubuhlungu uthand'umuntu
Nam andizenzi ndicela undisize mama
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihleli eduze kwakho
Uvele wenze impilo ibelula
Ibelula ngempela ndiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma
Njalo mangihleli eduze kwakho
Uvele wenze impilo ibelula
Ibelula ngempela ndiyavuma