Xa ndikhwaza uthi mandithule
Xa ndiva intlungu uthi mazidlule
Linye ithemba lam
Mehlo am ajonge kuwe
Thetha nam khuluma nami
Ndenze baba ndifane nawe
Phaya ezinkwenkwezini
Kukho wena ezulwini
Wawukade selukhona
Xa zingekabikho zona
Phaya ezinkwenkwezini
Kukho wena ezulwini
Wawukade selukhona
Xa zingekabikho zona
Zonke izifiso zam
Zifezwa zifezwa nguwe (Nguwena)
Ngikhanyiselwa nguwe ebumnyameni
Ngikhanyiselwa nguwe ezindleleni ezimnyama
Zonke izifiso zam
Zifezwa zifezwa nguwe (Nguwena)
Ngikhanyiselwa nguwe ebumnyameni
Ngikhanyiselwa nguwe ezindleleni ezimnyama